Inombolo yokubanga: ...
INQUBELA PHAMBILI/INGXELO YOKUGQIBELA MALUNGANEZIFO EMSEBENZINI
UMTHETHO WEMBUYEKEZO KWINGOZI NEZIFO EMSEBENZINI,1993UMTHETHO 130 KA 1993ISIQENDU 74 2 Imithetho yomkomishala iifomu neenkcukacha isihlomelo 20
Ifani yomsebenzi ... (Oonobumba)
Umsebenzi ebekulungele nini ukubuyela emsebenzini ? ...
okanye
Ugqibele nini ukulungela umsebenzi,umqeshwa ? ...
(a) Ingaba umsebenzi uye wanyanzeleka ukuba atshintshe umsebenzi ngokulandela iingcebiso zikagqirha/zobugqirha ? ...
b Ukuba kunjalo nika izizathu ...
b Ukuba kunjalo nika iinkcaza epheleleyo ekhatshwa zingxelo ezikhethekileyo zoxilongo ...
Ingaba imeko yomsebenzi izinzile/ibuyele kwimeko yesiqhelo ? ...
Inkcazo yoncedo Uluhlu lwamaxabiso R c
Ndiyaqinisekisa ukuba ngoxilongo,imeko yomsebenzi idalwe sisifo/umenzakalo asifumene emsebenzini njengoko kubalulwe ngentla.
Umhla (kubalulekile) ... Uphawu lokusayina lukagqirha/onyanga amathambo
Igama(libhaliwe): ...
Idilesi esemagunyeni/emthethweni: ...
Qaphela : Iinkcukacha ngokwemeko/ukuchacha yommsebenzi ngenyanga nganye mazinikwe umKomishala okanyeumqashi obekwa ityala,ide imeko yomsebenzi ibe ngcono.Kwandulwe ukufakwa ingxelo kagqirha yokugqibela..
